






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezothutho > Izithuthi zikawonke-wonke > Iinkcukacha Malunga neeMetered Taxis Kunye Nezithuthi Zokhenketho

Iinkcukacha Malunga neeMetered Taxis Kunye Nezithuthi Zokhenketho




INKCAZELO:

Izithuthi ezihambisa abantu eziziintlobo ngeentlobo zikho kwaye zibalungele abakhenkethi abatyelela iNtshona Koloni. Ezi zithuthi zibandakanya iibhasi, ishuttles, iimetered taxis kunye neenkonzo zothutho zekontrakthi.


IMIYALELO:

Ukufumana ezinye iinkcukacha qhagamshelana neBhodi yezoKhenketho yeNtshona Koloni

Private Bag X9108, Cape Town, 8000, South Africa
Inombolo yomnxeba: +27 (0) 21 426 5639 / 47
Inombolo yefeksi: +27 (0) 21 426 5640
mailto:info@capetourism.org.za
Okanye tsalela iMetro Trans kule nombolo yasimahla 0800 65 64 63 (maxa onke) ufumane iinkcukacha.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

IBhodi yezoTyelelo yeNtshona Koloni





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





