






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezothutho > Izithuthi, Iingozi & Nokhuseleko Ezindleleni > Ukufumana Ikopi yeNgxelo Yengozi

Ukufumana Ikopi yeNgxelo Yengozi




INKCAZELO:

Ukuba ngaba ufumene ingozi, kufuneka uyixele emapoliseni aya kuthi ke wona enze ingxelo ngayo. Kufuneka kwixesha elizayo uzifumane iinkcukacha ezimalunga nengozi okanye ikopi engeNgxelo yeNgozi oya kuyifuna ukukhangela ukuba ingxelo leyo yengozi igciniwe

* kwiiNkonzo zamaPolisa oMzantsi Afrika
* Kumaspala
* KwiSebe leZothutho neMisebenzi yoLuntu kusini na



IMIYALELO:

AbeeNkonzo zamaPolisa oMzantsi Afrika ngabo abagcina iingxelo malunga neengozi ezithe zehla kwanamatyala olwaphulo-mthetho asaphandwayo. Qhagamshelana nesikhululo samapolisa esikummandla lowo ithe yenzeka kuwo ingozi ukuze ufumane ezinye iinkcukacha.

Oomaspala ugcina zonke iingxelo ezimalunga neengozi ezenzeka kwindawo yabo xa kungekho tyala lalaphulo-mthetho liphandawayo.

Iingozi ezithe zehla kumandla wolawulo weSixeko saseKapa , ungaqhagamshelana:

Ifowuni: 021 400 4771 / 4773 / 4705
ifeksi: 021 400 4775
lisle.nel@capetown.gov.za

Zonke ezinye iingxelo ezimalunga neengozi zigcinwa liSebe lezoThutho neMisebenzi yakwaRhulumente. Ukufumana ezinye iinkcukacha dibana:
Sharon Stokes
Inombolo yomnxeba: 021 483 3488
Inombolo yomnxeba: 021 483 2102
sstokes@pgwc.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)


IXABISO:

Iikopi zeengxelo ezimalunga neengozi ezivela kwiZibonelelo zeeNdlela zeSixeko saseKapa zibiza i-R150.00.


ICANDELO LIKARHULUMENTE:




IXABISO:

Iikopi zeengxelo ezimalunga neengozi ezivela kwiZibonelelo zeeNdlela zeSixeko saseKapa zibiza i-R150.00.




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Yintoni Emayenziwe Kwindawo Yengozi (IiNkcukacha Zoluntu)
* Ukufaka Ibango Kwingxowa-mali Yeengozi Zendlela (IiNkonzo)
* INgxowa-mali yeeNgozi Zendlela (Ingxowa-mali)
* Road Accident Fund Act (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Iinkcukacha Ngeengozi Zezithuthi kwiPhondo Eli (IiNkonzo)
* 2001 Traffic Accident Statistics - Cape Town (Iingxelo noPhando) (File type: pdf) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 18 uDisemba 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





