






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezemfundo > Uqeqesho Lootitshala & Nokufakwa Kwabo Emisebenzini > Uqeqesho Olunikwa Abafundisi-ntsapho Phambi Kokuqalisa Ukufundisa

Uqeqesho Olunikwa Abafundisi-ntsapho Phambi Kokuqalisa Ukufundisa




INKCAZELO:

Phambi kokuba ube nokubhalisa kwiBhunga Labahlohli baseMzantsi Afrika ze uthabathise nangomsebenzi wokufundisa, kufuneka ufumane iimpepha ezingqina izifundo zakho zobutitshala.


IMIYALELO:

Ukuze ufumane iinkcukacha ezithe vetshe, khawutyelele:
* The iDyunivesithi yaseKapa
* iDyunivesithi yaseStellenbosch
* iDyunivesithi yaseNtshona Koloni
* iTeknikoni yaseKapa



IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Iikholeji Zootitshala


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

iSebe Lemfundo leNtshona Kapa (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukubhaliswa Kwabahlohli (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 9 uMatshi 2005



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





