






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezothutho > Iziqinisekiso, Amaphepha-mvume & Neziqinisekiso Zoqeqesho > IZicelo zeNombolo Yokuthengisa iiMoto

IZicelo zeNombolo Yokuthengisa iiMoto




INKCAZELO:

Abavelisi/abayili, abakhi nabo bazisa izithuthi kweli lizwe bangaziqhuba iimoto ezingabhaliswanga beziqhuba ngenombolo yokuthengisa izithuthi. Oku kuvumeleke kuphela:

* kubathuthi beemoto ukuba bazise iimoto
* umthengisi-moto xa ezizisa, ezithengisa, etshintshisa okanye elungisa isithuthi eso
* umenzi-moto xa ezise isithuthi okanye ezivavanya
* umzisi-moto welinye ilizwe ozise iimoto.
Umenzi-zimoto kufuneka enze isicelo sokufumana inombolo yokuthengisa isithuthi ze afune isiqinisekiso senombolo yokuthengisa izithuthi.


IMIYALELO:

Ukwenza isicelo sokufumana inombolo yokuthengisa izithuthi, kufuneka ufakeiphetshana lesicelo elingu- MTN 1 ehamba ne-:
* nencwadana yakho yesazisi
* Imali engummiselo ekhutshwayo
* Nayiphi na imali esisohlwayo kwanosemva ngayo xa imali leyo ifike kade.

Kwisicelo sakho, kufuneka ubonise ukuba zingaphi na iinombolo zorhwebo zesithuthi ozifunayo utsho nokuba uzifunela ntoni na.
Ukufumana ezinye iinkcukacha, dibana no-:
Cape Gateway
Inombolo yomnxeba: 0860 142 142

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)


IXABISO:

Imali engama-R 69.00 yokubhalisa
Imali engama-R 681.00 yephepha-mvume lokuqhuba (izithuthi)
Imali engama-R 138.00 yephepha-mvume lokuqhuba (isithuthuthu)




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uMeyi 2005



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





