






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezothutho > Iziqinisekiso, Amaphepha-mvume & Neziqinisekiso Zoqeqesho > IiNkcukacha Zokubhaliswa Kwezithuthi

IiNkcukacha Zokubhaliswa Kwezithuthi




INKCAZELO:

Ukuba ufuna iinkcukacha ezimalunga nobhaliso lwezithuthi kufuneka udibane neziko lobhaliso lwezithuthi. Iingcombolo zesithuthi azinakukhutshwa kodwa zonke ezinye iinkcuckacha zingaqinisekiswa.


IMIYALELO:

Kufuneka uthumele i-CDV kunye neSazisi sakho kunye nemali leyo ifunekayo.


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Amaziko Okuvavanya Iinqwelo-mafutha


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)


IXABISO:

Ngama-R20




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukubhaliswa Kwesithuthi (IiNkonzo)
* Form CDV: Application for Certificate/Duplicate Document IRO Motor Vehicle (IFomu) (File type: pdf; size: 136 KB) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
* Amaphepha-mvume Okuqhuba (IiNkonzo)
* Iinkcenkce Ezizodwa Zeenombolo-mibhalo Zeenqwelo-mafutha (IiNkonzo)
* National Road Traffic Act, 1996 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 23 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





