






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezemfundo > Izixhobo Zokufunda > IziBonelelo ezineFundisayo ezikwi-Online

IziBonelelo ezineFundisayo ezikwi-Online




INKCAZELO:

ISebe leMfundo leNtshona Koloni lixhobisa abahlohli nabafundi ngezinto ngezinto ekubonelelwa ngazo kwi-online.


IMIYALELO:


* EduMedia Online
* Learning Schools Project Resources
* DoE Resource Centre
* WCED Examinations Online
* SchoolNet

I-EDUMEDIA ONLINE

Le site yeSebe leMfundo leNtshona Koloni inevenkile ye-online shop nethala leencwadi.

Le venkile ineekhakathalogu zazo zonke izinto ezipapashiweyo ezifundisayo ezenziwe lisebe eli ezingathengwa kwalapha kwi-online.

Ithala leencwadi linekhathalogu nezibonelelo ze-intanethi ezingaluncedo kumhlohli okanye kumfundi.

IIMVIWO ZESEBE LENTSHONA KOLONI EIZKWI-ONLINE


Le site inemaphepha eemviwo zeBanga leShumi kwaneempendulo ezilindelekileyo.


IZIBONELELO ZEPROJEKTHI YOKUFUNDA EZIKOLWENI


IProjekthi yokuFunda yeZikolo igcine uluhlu lwezibonelelo ze-online ekujongwe ukuphuculwa indlela yokufundisa neyokufunda ezikolweni kuqukwa neenkcukacha:
* zomsebenzi weklasi
* izixhobo zokuhlola izinto ezifanayo
* ukulwa ukungahanjwa kwesikolo kakuhle
* isigama esikhutshwa ngexesha lokubhalwa kweemviwo (uludwe lwesigama olubangeelwimi zontathu)
* uphuhliso lwezikolo
* iinkokeli zesikolo.



IZIKO LEZIBONELELO LESEBE LEMFUNDO LESIZWE


Eli ziko lezibonelelo iDepartment of Education Resource Centre linekhathalogu ye-online ebandakanya:
* iincwadi namaphepha-ncwadi
* amaphepha-ndaba akwi-online
* izinto ezisanda kufunyanwa
* izinto ezipapashwe liSebe leMfundo.


Iziko eli likwanawo namakhonkco kunye neewebsite zeeNkonzo zeeNkcukacha zeThala leencwadi.


I-SCHOOLNET


ISebe leMfundo liyalixhasa ilinge leSchoolNet, elinenjongo yokwenza abafundi nabahlohli basebenzise iteknoloji yeekhompyutha kwaneteknoloji yonxibelelwano.

Iwebsite yeSchoolNet ineenkcukacha eziya kuba luncedo kubafundi nakubahlohli, ezisukela kwiinkcukacha zoqhagamshelwano zesikolo ukuza kuthi ga kwezi zibonelelo zezemfundo ezenziweyo zaza zagcinwa.

Educational projects undertaken by SchoolNet and its partners include:
* Telkom Super Centres
* Thintana i-Learn
* WorlD
* I*EARN
* Global Teenager.

Le nethi yeZikolo (SchoolNet) ikwanceda amalungu ezikolo ukuba aseke ezawo iiwebsite needilesi ze-imeyili.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Iinkonzo Zenkxaso Kwimfundo Eyodwa (iSebe Lemfundo leNtshona Kapa, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Edumedia Online (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 15 uJuni 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





