






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezemfundo > Uqeqesho Lootitshala & Nokufakwa Kwabo Emisebenzini > Ukubhaliswa Kwabahlohli

Ukubhaliswa Kwabahlohli




INKCAZELO:

Bonke abahlohli kufuneka babhalise neBhunga laBahlohli loMzantsi Afrika (SACE). Awunakho ukuqeshwa njengomhlohli ukuba awubhalisanga.


IMIYALELO:

Ukuze ube kanti uyakwazi ukubhalisa, kufuneka ufake isicelo kwi-SACE, ufake iimpepha ezifunekayo (iikopi ezigximfiziweyo zeempepha zokufumana kwakho ubuhlohli kwakunye nekopi yencwadana yakho yesazisi) ze uhlawule imali yokubhalisa.

Iinkcukacha zenkqubo yokufaka isicelo ziyafumaneka kwi-website ye-SACE. Usenakho nokuzifumanela iphetshana lesicelo kwikhompyutha.

Ukuba isicelo sakho siphumelele, i-SACE iya kukubhalisa ze ikunike isiqinisekiso sokubhaliswa kwakho.
Ukuze ufumane ezinye iinkcukacha, qhagamshelana neSebe lokuBhalisa le-SACE:
Inombolo Yomnxeba: 012 663 0420/22/27
Fax: 012 663 9238
registration@sace.org.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

IBhunga laBahlohli bezeMfundo boMzantsi Afrika


IXABISO:

R60




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Code of Conduct for Teachers (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* South African Council for Educators Act (UMthetho) (File type: pdf) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 3 uOktobha 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





