






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezothutho > Iziqinisekiso, Amaphepha-mvume & Neziqinisekiso Zoqeqesho > Ukubhaliswa Kwabavelisi, Abathumeli-mpahla kweli Nabenzi beziThuthi

Ukubhaliswa Kwabavelisi, Abathumeli-mpahla kweli Nabenzi beziThuthi




INKCAZELO:

Sonke isithuthi ezenziwe apha eMzantsi Afrika okanye eso senziwe kwelinye ilzwe ze sathunyelwa kweli kufuneka sibhaliswe ngaphambi kokuba sithunyelwe kwindawo yentengiso okanye sithengiswe.


IMIYALELO:

Ukuba ungumenzi weemoto okanye ungumthumeli weemoto kweli, kufuneka ufake iphetshana lesiceloelingu-MVR1-MIB kwi-ofisi ekubhaliswa kuyo izithuthi.Eli phetshana kufuneka lihambe kunye:

* nesazisi somnini wesithuthi (ukuba isithuthi eso sithengwe phantsi kwesivumelwano sentengiselwano)
* isazisi somnini wemoto
* imali engummiselo ehlawulwayo
* isiqinisekiso esikhutshwa ngumvelisi, umenzi zimoto okanye umthengisi ozizisa kweli:
  * inombolo yomzimba wemoto
  * inombolo yenjini
  * uhlobo lwemoto
  * igama lodidi lwayo
  * i-tare ngokweekilograms
  * ubukhulu benjini ngokweesentimitha zetyhubhiki
  * amandla apheleleyo enjini
  * owona mbala wayo
  * inombolo yedidi

* isiqinisekiso samapolisa esingqina ukuba akukho kwhiniba likhoyo malunga nemoto le
* isiqinisekiso sokuba iyilungele indlela.



IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Amaziko Okuvavanya Iinqwelo-mafutha


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukuhlola Isithuthi Ukuba Sikulungele Na Ukuba Sendleleni (IiNkonzo)
* IZiqinisekiso Zokususwa Kwamakhwiniba Kwizithuthi (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uMatshi 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





