






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezemfundo > Ukulungiselela Isikolo > Uvavanyo Lokulungela Isikolo

Uvavanyo Lokulungela Isikolo




INKCAZELO:

Abantwana baqhele ukuqala iBanga lokuqala kunyaka abaza kuba neminyaka esixhenxe bezelwe ngawo. Abantwana abazakuba neminyaka emithandathu apha enyakeni bangaqalisa esikolweni ukuba kubonakala besilungele.

Isebe lezeMfundo eNtshona Koloni (i-WCED) liphuhlise indlela yokuvavanya abantwana abancinane ukufumanisa ukuba basilungele na isikolo. Isebe eli liyisebenzise okokuqala le ndlela ngo-2002.
AmaZiko oLawulo noPhuhliso LweMfundo (EMDCs) alawula inkqubo yolu vavanyo.


IMIYALELO:

Ukufumana ezinye iinkcukacha, qhagamshelana ne-EMDC ekufutshane nawe.


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Amaziko Olawulo Nophuhliso lweMfundo


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

iSebe Lemfundo leNtshona Kapa (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Age Requirements For Admission To An Ordinary Public School (ISaziso) (File type: pdf; size: 102 KB) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 3 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





