






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezemfundo > Ukulungiselela Isikolo > Isixhobo Sokukhangela i-"Fumana Isikolo"

Isixhobo Sokukhangela i-"Fumana Isikolo"




INKCAZELO:

I-WCED igcine inxiwa lezikolo kwakunye namaziko kweli Phondo. Unokukhangela kweli nxiwa:
* Ngegama lesikolo
* Ngolwimi lwezifundo
* Ngehlomela-dolophu okanye idolophu
* Ngesithili semfundo
* Uhlobo lwesikolo(esemfundo ephantsi, njalo-njalo)
* Izifundo ezinikezelwayo (amaBanga 8 ukuya kwele-12)
* Amaziko emisebenzi ekhethekileyo (ubuchule, umculo, njalo-njalo etc)



IMIYALELO:

Cofa apha ukuze ukwazi ukufumana isixhobo sokukhangela.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

iSebe Lemfundo leNtshona Kapa (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Admission Policy for Ordinary Public Schools (Umgaqo-nkqubo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Age Requirements For Admission To An Ordinary Public School (ISaziso) (File type: pdf; size: 102 KB) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uSeptemba 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





