






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezemfundo > Imfundo Noqeqesho Olugqithelayo (Amabanga 10-12) > Iinkcukacha Neziphumo Zeemviwo

Iinkcukacha Neziphumo Zeemviwo




INKCAZELO:
















IZIPHUMO ZAKHO ZEMATRIKI&nbsp;&gt;













 
 
 





 
 
 







IINKCUKACHA ZOQHAGAMSHELWANO





 



Inombolo Yomnxeba: 021 467 2300
Inombolo Yefeksi: 021 461 5637








Ngentsimbi ye-06:00 ngomhla wama-28 kwetyoMnga ka-2007, iziphumo zematriki zika-2007 ziya kufumaneka kwi-internet.

Uya kukwazi ukukhangela iziphumo zomfundi othile kwiphepha leSebe Lezemfundo leNtshona Koloni elikwi-internet, okanye ukhangele abafundi abaphumelele emagqabini kwisikolo okanye isithili esithile. Ukuze ufumane iziphumo neenkcukacha zika-2007, cofa kuphawu olungudibanisa elisecaleni koxwebhu lweziphumo zika-2007 kwicala elisekhohlo lomboniso lowo.

Ukuze ufumane iinkcukacha zakho, uya kudinga oku kulandelayo:

* Inombolo yakho yeemviwo
* Inombolo yencwadana yakho yesazisi.

Hlala utyelela le website ukuze ufumane amaxesha neendawo zokuhlalela iimviwo zeesapu.
Iziphumo zeemviwo zemfundo noqeqesho olungundoqo lwabadala nazo zikwafumaneka. Yaye usenakho nokufumana amaxesha neendawo zokuhlalela iimviwo kwakunye namaphepha eemviwo esele zabhalwa kudala.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

iSebe Lemfundo leNtshona Kapa (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* IziBonelelo ezineFundisayo ezikwi-Online (IiNkonzo)
* Iimviwo (iCandelo Likarhulumente)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 28 uDisemba 2007



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





