






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezothutho > Iziqinisekiso, Amaphepha-mvume & Neziqinisekiso Zoqeqesho > Izicelo Ezimalunga Nokusetyenziswa Kweendlela Zikawonkewonke

Izicelo Ezimalunga Nokusetyenziswa Kweendlela Zikawonkewonke




INKCAZELO:

Uluntu lungafaka izicelo zokusebenzisa indlela zikawonkewonke ekwenzeni imicimbi yalo ofana nemidlalo.


IMIYALELO:

Kufuneka xa ubani eneenjongo zokusebenzisa enye yeendlela zephondo enze isicelo kwiCandelo loLawulo Mthetho leSebe leZothutho neMisebenzi yoLuntu. Kufuneka ufake incwadana yembalelwano yesicelo enazo zonke iinkcukacha zomcimbi lowo uza kwenziwa, oko ukwenze kwisithuba seenyanga ezintathu ngaphambi kokuba uqalise.

Imiqathango okanye imilinganiselo iya kuxhomekeka ekubeni ngowaluhlobo luphi na umcimbi lowo.
Ukufumana iinkcukacha ezizezinye dibana no:
Coretha Matthee
Inombolo yomnxeba: 021 483 2080
Inombolo yefeksi: 021 483 2357
cmatthee@pgwc.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

ULwenziwo lweeNdlela (Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)


IXABISO:

Ngama-R70 umrhumo wolawulo, ndawonye nemirhumo yoncedo lwezithuthi.Indlela ehlelwe ngayo imirhumo eluncedo yezithuthi:
Uncediso kweZothutho: R48.00 ngeyure kwigosa ngalinye
Intlawulo ngokweKilomitha: R2,68 ngekhilomitha




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* IZicelo Zokusebenzisa iNdlela kaWonkewonke Ngeenjongo Zokwenza iMiboniso-bhanyabhanya (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





