






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iziganeko > Ingqungquthela Yamanina Akwicandelo Lokwakha

Ingqungquthela Yamanina Akwicandelo Lokwakha




UMHLA:

21 - 22 uAgasti 2006


IBAKALA:

Ingqungquthela


INDAWO:

eKapa, iNtshona Kapa


INKCAZELO:

Ingqungquthela Yamanina Akwicandelo Lokwakha ngumcimbi oququzelelwa liSebe Lezothutho Nemisebenzi Yoluntu. Le ngqungquthela ke iyakuqwalasela imiceli-mngeni eza noMqulu Wesizwe Wecandelo Lokwakha kwiNtshona Kapa ze uqulunqe nomgaqo-nkqubo onjongo ikukwandisa izinga lokuthatyathwa kwenxaxheba kumacandelo okwakha nophuhliso lwezakhiwo ngamanina.

Kuya konwatyelwa ke noncuthu lwesidlo sasemva kwemini kwakule ngqungquthela apho kuya kube kunikezelwa nembasa yokuqala eyakunikezelwa minyaka yokuwonga Umntu Wasetyhini Ogqwesileyo Kwicandelo Lokwakha kwiNtshona Kapa.
Le Ngqungquthela Yamanina Akwicandelo Lokwakha ke iya kube ibanjelwe eCape Town International Convention Centre ukususela ngomhla wama-21 - 22 kweyeThupha apha ku-2006.


UQHAGAMSHELWANO:

Ukuze ufumane olunye ulwazi nceda uqhagamshelane:
noShan Crawley
weSebe Lothutho Nemisebenzi Yoluntu
Inombolo Yomnxeba: 021 483 5191

uMarlize Jung okanye uWendy Mehl (ojongana nemibuzo ngezothutho)
Evel Event Management & Marketing
Inombolo Yomnxeba: 021 945 3324
I-email: mjung@exelms.co.za
I-email: wmehl@exelms.co.za

uDennis Cruywagen (ojongana nemibuzo Ngonxibelelwano, Ezosasazo Nobudlelwane Noluntu)
Inombolo Yomnxeba: 082 442 6821


UMNINI-MCIMBI:

Ezothutho Nemisebenzi Yoluntu (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uAgasti 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





