Isicelo sencwadi yokundwendwela
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukunikwa enye ipaspoti xa ilahlekile ibiwe
Isicelo sencwadi yokundwendwela
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukumka eMzantsi Afrika
Isicelo sencwadi yokundwendwela
Isicelo sencwadi yokundwendwela
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Incwadi yokundwendwela inikwa abenzi-zicelo abanemvume yokuhlala isigxina, kodwa bengenako ukufumana ipaspoti kumazwe abavela kuwo, okanye inikwa abantu abangenambuso okanye iimbacu.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Veza ubungqina bemvume yokuhlala isigxina xa usenza isicelo.
Nyathelisa iminwe (iifingaprinti) ukuze ifakwe kuvimba woBhaliso lweNani neeNkcukacha zaBantu (ukubangaba uneminyaka yobudala eli 16 okanye nangaphezulu).
Hambisa iifoto ezimbini ezilingana kwipaspoti.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Le nkonzo ingathabatha ixesha elifikelela kwiiveki ezi 6.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
