Isicelo sokuqonda ngobumi baseMzantsi Afrika
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokufumana incwadi yesazisi okokuqala
Isicelo sokuguqula isini
Isicelo sokuba ngummi waseMzantsi Afrika ngokomnom
Isicelo sokuqonda ngobumi baseMzantsi Afrika
Isicelo sokuphinda unikwe incwadi yesazisi
Isicelo sokuphinda ubengummi waseMzantsi Afrika
Isicelo sokuguqula iifani zabantwana
Isicelo sokwamkelwa njengommi emva kokuhlala ixesh
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ubumi
Isicelo sokuqonda ngobumi baseMzantsi Afrika
Isicelo sokuqonda ngobumi baseMzantsi Afrika
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo nkonzo iqonda ukuba ingaba umenzi-sicelo ungummi waseMzantsi Afrika nyhani na phambi kokuba kukhutshwe iNcwadi yeSazisi. Isebenza kubantu ababengabemi baseMzantsi Afrika phambi kokuba balifulathele eli lizwe kwaye abajonge ukubuyela kubumi baseMzantsi Afrika. Izicelo zingenziwa kuyo nayiphina i-ofisi yezeKhaya okanye kwindlu yozakuzo yaseMzantsi Afrika okanye kwiziko elimele uMzantsi Afrika ukubangaba wenza isicelo ukwilizwe langaphandle.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Iinkcukacha zobuqu zomenzi-sicelo ziyahlolwa kwiNcwadi yeLizwe yoBhaliso lweNani neeNkcukacha zaBantu.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Entla
Iindleko
Isicelo sokugcina ubumi baseMzantsi Afrika: R128
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
