Isicelo sokuba ngummi waseMzantsi Afrika ngokomnombo
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sokufumana incwadi yesazisi okokuqala
Isicelo sokuguqula isini
Isicelo sokuba ngummi waseMzantsi Afrika ngokomnom
Isicelo sokuqonda ngobumi baseMzantsi Afrika
Isicelo sokuphinda unikwe incwadi yesazisi
Isicelo sokuphinda ubengummi waseMzantsi Afrika
Isicelo sokuguqula iifani zabantwana
Isicelo sokwamkelwa njengommi emva kokuhlala ixesh
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ubumi
Isicelo sokuba ngummi waseMzantsi Afrika ngokomnom
Isicelo sokuba ngummi waseMzantsi Afrika ngokomnombo
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Umntu ongummi waseMzantsi Afrika ngokomnombo nguye nabanina ozalelwe ngaphandle koMzantsi Afrika ngabazali apho okungenani omnye wabazali engummi waseMzantsi Afrika. Ukuzalwa komntwana kufuneka kubhaliswe ngokuhambisana noMthetho wokuBhaliswa kokuZalwa nokuBhubha (Births and Deaths Registration Act, 1992).
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Thumela ikopi yesi satifiketi sokuzalwa selizwe langaphandle.
Thumela ubungqina ukubangaba umzali waseMzantsi Afrika ufumene ubumi belizwe langaphandle.
Thumela ubungqina bokuzalwa kwalo mzali waseMzantsi Afrika.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Izicelo zingathabatha iiveki ezi 6 ukuya kwezisi 8.
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
