Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo sepemethe yokusebenza enqanaweni elwandle
Ipemethe yomntu ocela ukukhuselwa ngumbuso
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Ukuya kuhala okanye ukutyelela eMazantsi Afrika
Ukuhlala ixeshana elifutshane
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
I-visa luphawu olugunyazisiweyo olubekwa kwipaspoti esebenzisekayo yomntu welizwe langaphandle, olunika loo mntu welizwe langaphandle igunya lokungena eMzantsi Afrika.
ifunyanwe phambi kokuba umenzi-sicelo alishiye ilizwe lakhe endulukela eMzantsi Afrika ifunyanwe kwilizwe langaphandle, kwaye akunakwenziwa isicelo sayo kumasango okungena aseMzantsi Afrika kwenziwe isicelo sayo kwelo lizwe, kwindlu yozakuzo yaseMzantsi Afrika okanye kwiziko elimele uMzantsi Afrika, kumazwe apho uMzantsi Afrika umelweyo kuwo kwenziwe isicelo sayo kwindlu yozakuzo yaseMzantsi Afrika ekufuphi okanye kwiziko elimele uMzantsi Afrika elikufuphi, ukubangaba uMzantsi Afrika awumelwanga elizweni lakho. Oku kuyabandakanyeka nakubantu abaneepaspoti zozakuzelwano lwamazwe nezigunyazisiweyo abafuna iipemethe zozakuzelwano phakathi kwamazwe.
Entla
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Le nkonzo ithabatha ixesha elifikelela kwiintsuku ezili 10.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
