Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukunikwa enye ipaspoti xa ilahlekile ibiwe
Isicelo sencwadi yokundwendwela
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ukumka eMzantsi Afrika
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ipaspoti yokukhenketha yincwadi efunekayo xa undwendwela kwelinye ilizwe okanye xa uphinda ungena eMzantsi Afrika. Ipaspoti yokukhenketha ikhutshelwa abemi baseMzantsi Afrika abaneminyaka yobudala eli 16 okanye nangaphezulu. Iyasebenza kundwendwelo lwawo wonke amazwe ngaphandle kokuba kugunyaziswe ngolunye uhlobo. Isebenza iminyaka eli 10 ukusukela ngomhla ekhutshwe ngawo.
Kufuneka ubenencwadi yesazisi (ID) okanye isatifiketi sokuzalwa ukuze wenze isicelo. Isicelo sepaspoti kunye nesencwadi yesazisi ungazenza ngexesha elinye ukubangaba awunako ukulinda.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Uyakunyatheliswa iminwe (fingerprints) ukuze ishicilelwe kwiNcwadi eBhale iNani neeNkcukacha zaBantu belizwe.
Hambisa iifoto ezimbini ezilingana kwipaspoti.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ipaspoti ingakhutshwa kwisithuba seeveki ezi 6.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
