






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezotyelelo & Nezohambo > Ezohambo

EZOHAMBO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Izibonelelo Zotshintsho Lwemali Yamazwe Ngamazwe
Yintoni izibonelelo zokutshintshwa kwemali yamazwe ngamazwe, Zingakanani izibonelelo zokutshintshwa kwemali yamazwe ngamazwe? Ungongeza esinye isibonelelo? ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Iziqinisekiso Zokugonylelwa iCesina eMthubi
Ukuzama ukunqanda ukusasazeka kwecesina emthubi, abahambi abanqumla imida yamazwe apho icesina emthubi igqugqisa khona kufuneka besigonyelwe esi sifo. Siyintoni iSiqinisekiso seCesina eMthubi? Ingaba ukhona umntu ongenakuba nayo uCesina eMthubi, wenzeka ntoni xa ungenaso esi siqinisekiso? Iingingqi zeCesina eMthubiSIYINTONI ISIQINISEKISO SOKUGONYELWA ICESINA ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufaka isicelo seNcwadana Yokundwendwela
Ukuba ungummi woMzantsi Afrika yaye uhambela elinye ilizwe, kuza kufuneka ube nencwadana yokundwendwela yaseMzantsi Afrika. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufaka Isicelo Sephepha-mvume Lokundwendwela uMzantsi Afrika
Abantu abaninzi abangengobemi boMzantsi Afrika abanqwenela ukundwendwela uMzantsi Afrika kufuneka babe nephepha-mvume lokundwendwela lexeshana elisebenzayo. Eli phepha-mvume lixela iinjongo kwanexesha eliza kuthatyathwa lolu ndwendwe.Imiqathango yokungena uMzantsi Afrika, Ngubani ekufuneka efake isicelo sephetshana londwendwela okwexeshana? Ungasifaka phi isicelo sephetshana lokundwendwela okwexeshana? Ukugaleleka eMzantsi Afrika, ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Western Cape Nature Reserves (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiNgesi)
CapeNature manages 26 nature reserves and wilderness areas throughout the Western Cape. Most reserves offer overnight accommodation and/or camping. Some offer conference facilties. Activities include day hikes, multi-day trails, mountainbiking, fishing, canoeing, kloofing, rock climbing, 4x4ing, whale-watching, bird-watching, horse-riding, donkey-carting. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 6 uNovemba 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





