﻿






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezotyelelo & Nezohambo > Iinkcukacha Kubatyeleli

IINKCUKACHA KUBATYELELI

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Isikhundla solwazi Ngabakhokeli Babatyeleli
Ukuba ufuna umkhokeli wabatyeleli obhalisiweyo ukuba akubonise iNtshona Koloni, ungaphenda-phendla isikhundla solwazi Ngabakhokeli Babatyeleli ukuze ufumane oyena mkhokeli wabatyeleli uza kumelana neemfuno zakho. &nbsp;&gt;&nbsp;


Uku-odola iiNcwadana zoKhenketho
Unga-odola iincwadana zokhenketho ngoMzantsi Afrika ngokusebenzisa ikhompyutha online. Ezi ncwadana zifumaneka ngesiNgesi, isiDatshi, isiTaliyana, isiFrentshi nangesiJamani. &nbsp;&gt;&nbsp;


Umba weentyatyambo: Uhlaziyo kwiintyatyambo
Qhagamshelana ne- FLOWERLINE kuhlaziyo olwenziwa rhoqo kwiintyatyambo zasentwasahlobo, imiboniso yeentyatyambo kunye noqikelelo lwemozulu. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 30 uNovemba 2005



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





