﻿






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezotyelelo & Nezohambo > Abakhokeli Babatyeleli

ABAKHOKELI BABATYELELI

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Isicelo sokuba nguMnikezeli oQinisekisiweyo woQeqesho kwezoKhenketho noVavanyo
UKhenketho, ukuBuka iiNdwendwe neMfundo ngezeMidlalo noGunyaziso lwezoQeqesho (THETA) inikeza inkonzo yoqinisekiso kubantu abathile okanye imibutho enikeza imfundo, uqeqesho kunye/okanye novavanyo kushishino lwezokhenketho. Abanikezeli abaqinisekisiwey badlala indima ebaluleke kakhulu kwezokhenketho, umzekelo, abanikezeli boqeqesho novavanyo kwezokhenketho basetyenziswa kwinkqubo yobhaliso loonogada kwezokhenketho. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukuzibhalisa Njengomkhokeli Wabakhenkethi
Ukuba ungathanda ukusebenzela inkampani, iclose corporation, inkampani ethutha abakhenkethi phantsi kwesibhambathiso okanye ke uqeshwe njengomkhokeli wabakhenkethi, okanye ke ukuba ufuna ukuba ngumkhokeli wabakhenkethi ozimeleyo, kufuneka ubhalise kwi-ofisi yeli phondo yeSebe Lophuhliso Loqoqosho. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uDisemba 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





