﻿






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ubomi & Nosapho > Ukufa

UKUFA

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Ukubhalisa Ukusweleka
Xa umntu esweleka, usapho kufuneka lukuxele oko kusweleka kuMphathi weofisi Yokuzalwa Nokusweleka. Kufuneka bakwenze oku emva nje kokuba usapho lufumene isiqinisekiso sokusweleka kugqirha. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufumana iPhetshana Elisisiqinisekiso Sokusweleka
Xa ubhalisa ukusweleka neSebe Lemicimbi yeKhaya, uza kunikwa isiqinisekiso sokusweleka esifinyeziweyo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukwenza Isivumelwano seLifa
Xa usweleka, izinto zakho zabelwa usapho lwakho okanye abantu ofuna bafumane ilifa lakho. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uDisemba 2003



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





