






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezempilo > Unonophelo Lwasekhaya

UNONOPHELO LWASEKHAYA

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Uncedo lwasekhaya
Uncedo lwasekhaya (i-HBC ngamafutshane kwisiNgesi) kukunikezelwa kweemfuno zoncedo lokonga ngabanikezeli abasesikweni okanye abangekho sikweni, kubantu emakhayeni abo. Le nkonzo iyafumaneka kubantu abaneemfuno ngokwasengqondweni, emzimbeni, emphefumlweni nasentlalweni. Phakathi kwabantu abalulungeleyo olu ncedo ngabo banesifo sokushwabana icala lomzimba, abaphila noGawulayo nentsholongwane yakhe, abaphazamisekileyo ngokwasemzimbeni nangokwasengqondweni, abantu abadala ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uMatshi 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





