






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezempilo > UBhubhane Wesigulo

UBHUBHANE WESIGULO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Inkqubo yoNyango Mehlo/uThintelo lobuMfama
Le nkonzo ijolise ekuthinteleni iimeko zamehlo eziya kukhokelela kubumfama, yaye nokunyanga abantu abanengxaki nokubona kwabo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Unonophelo Lwezifo Ezingapheliyo
Isigulo esiqatha seso siqhubekeka ixesha elide okanye siphinde sibuye emva kwexesha elide. Ezinye zezona zigulo ziqatha sisifo semiphunga kwanesoxinzelelo lwegazi (ubushushu begazi).Zintoni izifo ezondeleyo? Ukuthintelwa nokulawulwa kumgangatho wokuqala wolondolozo lwempilo, Isifo sesifuba, Isifo soxinzelelo lwegaziIzigulo ezondeleyo zinokudalwa yimfuzo kodwa ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 8 uMatshi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





