






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > URhulumente & Nolawulo Ngentando Yesininzi > Ulonyulo

ULONYULO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Ukubhalisa kuLuhlu Lwabavoti
Phambi kokuba ungavota kulonyulo lukaZwelonke okanye looMaspala, kufuneka ube kanti ubhalisile kuLuhlu lwabavoti. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukujonga Ukuba Ngaba Ngokwenene Ubhalisile kuLuhlu Lwabavoti
Phambi kokuba uvote kulonyulo, kufuneka ube ubhalisile kuluhlu lwabavoti. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukutshintsha Iinkcukacha Zakho kuLuhlu looMaspala
ULuhlu Lwabavoti kufuneka lungabi naziphene yaye luqulathe kangangoko lunakho ngokwakwiinkcukacha zabavoti. Iinkcukacha zabavoti kufuneka zingabi naziphene. Oku kuthetha ukuba uLuhlu Lwabavoti kufuneka soloko lunezona nkcukacha zintsha ngawo onke amaxesha. &nbsp;&gt;&nbsp;


Uvoto Kulonyulo looMaspala
Ulonyulo looMaspala ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Uvoto Kulonyulo lweLizwe
Olu lonyulo rhoqo emva kweminyaka emihlanu. Zazisa ukuba ngubani oza kulawula ilizwe yaye umbutho wezopolitiko ngamnye uza kufumana izihlalo ezingaphi ePalamente. Zikwaxela ukuba ngowuphi umbutho wezopolitiko oza kuphatha iphondo ngalinye. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





