






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezemfundo > Imfundo Ephangaleleyo (Amabanga R - 9)

IMFUNDO EPHANGALELEYO (AMABANGA R - 9)

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


AmaBanga ukusuka ku-R ukuya ku-9
Kunyanzelekile ukuba isikolo siqalwe ekuqaleni konyaka xa umfundi lowo aza kuqala iminyaka esixhenxe de afikelele kwiBanga le-9 okanye kuloo nyaka umfundi aya kube efikelela kwiminyaka eli-15 ngawo (nokuba yiyiphi na eyenzeka kuqala). Eli nqanaba libizwa ngokuba linqanaba leMfundo noQeqesho ngokuBanzi kwaye livela ngokwezigaba ezithathu:Isigaba esisiSiseko ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Imfundo Yomculo
Abafundi bangalufumana uqeqesho olulungiselelwe bona emculweni kumaziko omculo aphantsi kweSebe Lemfundo laseNtshona Koloni:Iziko Lomculo iBeau Soleil, Iziko Lomculo iHugo Lambrechts, Iziko Lomculo iFrank Pietersen. &nbsp;&gt;&nbsp;


Outdoor and Museum Education Programmes (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
WCED educators are available at three outdoor education centres and four museum programmes in the Western Cape. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 18 uMatshi 2009



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





