﻿






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezemfundo > Ukulungiselela Isikolo

UKULUNGISELELA ISIKOLO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Isixhobo Sokukhangela i-"Fumana Isikolo"
I-WCED igcine inxiwa lezikolo kwakunye namaziko kweli Phondo. Unokukhangela kweli nxiwa:Ngegama lesikolo, Ngolwimi lwezifundo, Ngehlomela-dolophu okanye idolophu, Ngesithili semfundo, Uhlobo lwesikolo(esemfundo ephantsi, njalo-njalo), Izifundo ezinikezelwayo (amaBanga 8 ukuya kwele-12), Amaziko emisebenzi ekhethekileyo (ubuchule, umculo, njalo-njalo etc) &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukwamkelwa Ezikolweni
Abafundi ngokwesiqhelo baqala ibanga lokuqala ekuqaleni konyaka abaza kuba neminyaka esixhenxe ngawo. Abantwana banakho ukungena kwiBanga lokuqala kunyaka ongaphambi kwalowo baza kuba neminyaka esixhenxe ngawo ukuba uvavanyo lwe-WCED lubonisa ukuba bakulungele ukuya esikolweni. &nbsp;&gt;&nbsp;


Uvavanyo Lokulungela Isikolo
Abantwana baqhele ukuqala iBanga lokuqala kunyaka abaza kuba neminyaka esixhenxe bezelwe ngawo. Abantwana abazakuba neminyaka emithandathu apha enyakeni bangaqalisa esikolweni ukuba kubonakala besilungele. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 5 uSeptemba 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





