






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ulwaphulo-mthetho, uMthetho NobuLungisa > Imipu

IMIPU

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Ukohluthwa koMpu
INkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS) ingawohlutha umpu phantsi kweemeko ezithile:Ukuba umntu othile unompu ngaphandle kwephepha-mvume, i-SAPS ingawohlutha ze ifake isimangalo solwaphulo-mthetho ngaloo mntu. Ukuba umntu othile unephepha-mvume lompu kodwa uthi enze ingozi, i-SAPS ingamenza athatyathwe njengalowo ungafanelwanga kukuba nampu. Umntu obanjelwe amatyala athile kucingwa ukuba ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufumana iPhepha-mvume loMpu
Umthetho Omtsha Wemipu Ozakuqala Ukusebenza Ngomhla Wokuqala kweyeKhala ku-2004, Senziwa Njani Isicelo Sephepha-mvume? Iphepha-mvume Lisebenza Ixesha Elingakanani? Mingaphi Imipu Umntu Anokuba Nayo? Kwenzeka Ntoni Xa Sendinalo Iphepha-mvume? Luyintoni Na Uxanduva Lwam Xa Ndinompu okanye Ndifuna Ukuba Nompu? , Ulwazi Oluthe Vetshe ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 14 uMeyi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





