Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Iipemethe yokuhlala isigxina abalingane bomtshato
Isicelo sabantu abadla umhlalaphantsi
Isicelo sokwamkelwa njengommi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Ukuya kuhala okanye ukutyelela eMazantsi Afrika
Ukuhla isigxina
Isicelo sepemethe yokuhlala isigxina - umsebenzi
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Le nkonzo ilungiselelwe umntu welizwe langaphandle onqwenela ukwenza isicelo sobume bokuhlala isigxina ngenxa yokuba enikwe ingqesho esisigxina eMzantsi Afrika. Esi sicelo kufuneka sibe ngaphakathi kweziqingqo zangonyaka ezibekwa kumaxesha ngamaxesha.
Izicelo zingenziwa kuyo nayiphina i-ofisi yezeKhaya kwiphondo ojonge ukusebenza kulo okanye kwindlu yozakuzo yaseMzantsi Afrika okanye kwiziko elimele uMzantsi Afrika ukubangaba wenza isicelo ukwilizwe langaphandle.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Umntu ozakubangumqashi wakho kufuneka athi thaca ubungqina bezi zinto zilandelayo kwiSebe lezeKhaya:
o bokuba isikhundla osinikwayo sikho o bokuba isikhundla kunye nenkcazelo yomsebenzi ozakuwenza sasikhutshiwe kwisibhengezo sokwazisa (advertised) ngendlela ebekiweyo o bokuba zange kubekho bemi baseMzantsi Afrika okanye abahlali abasisigxina abaneekhwalifikheyshini ezifanelekileyo ukuze bangene kweso sikhundla.
Department of Labour(ISebe leZabasebenzi), kufuneka liqinisekise ukuba iimeko nemiqathango yokunikwa le ngqesho ayikho ngaphantsi kwaleyo ikhoyo kwicandelo lemarike engqameneyo yabemi nabahlali. Ngokwenza njalo, iSebe leZabasebenzi lifuneka ukuba lithathele ingqalelo izivumelwano zeengxoxo ezihlanganelweyo kunye neminye imigangatho ebandakanyekayo.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Akukho xesha libekiweyo kule nkonzo.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
ISebe lezeMisebenzi
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
