






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezolimo > Ushishino Ngezolimo

USHISHINO NGEZOLIMO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Uhlahlo-mali lweCOMBUD Enterprise
Iindlela zoqulunqo lohlahlo-mali lwamashishini eCOMBUD zingasetyenziswa njengezikhokelo zokuqulunqwa kohlahlo-mali lwamashishini amatsha okanye ekuthelekiseni amanani kuhlahlo-mali lwamashishini asele eqhuba. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukuqala Ishishini Eliqhutywa Ngentsebenziswano
Ishishini eliqhutywa gentsebenziswano lishishini eliqhutywa liqela labantu abasebenza kunye ukufikelela kwiinjongo zabo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukwenziwa Kweemveliso Kwanokufakwa Kwexabiso
Eyona nto lijolise kuyo eli candelo kukufaka ixabiso kwiimveliso zolimo kule fama ngokweenkqubo ezifana nokomisa, ukupholisa, ukufaka ezikanini kwanokufaka ezipakethini ngeenjongo zokwandisa ingeniso kwanamandla okukhuphisana namanye amashishini. &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 20 uJulayi 2007



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





