






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezolimo > Umhlaba & Nezixhobo

UMHLABA & NEZIXHOBO

Cofa kwinkonzo leyo xa ufuna iinkcukacha ezipheleleyo.


Iinkonzo zonkcenkceshelo
Icandelwana lonkcenkceshelo kwiCandelo loLawulo lwezobuNjineli bezoLimo linikezela ngengcebiso nezikhokelo zokunceda abo bangabankcenkcesheli ukuba amanzi bawasebenzise ngendlela enocikizeko. Ezi ngcebiso ke nezi zikhokelo zibandakanya nokuhlolwa kwendlela ezicwangciswe ngayo izinto zokunkcenkceshela kwakunye nokuzihlola indlela ezisebenza ngayo phaya emasimini ezi zinto zokunkcenkceshela, khona ukuze kuqinisekiswe ukuba ziyahambelana nemigangatho ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Isikhokelo Kwiindleko Zoomatshini
Esi sikhokelo sihlanganiselwe ukuncediasana namafama, abasebenzi abongezelelweyo, abaphandi kwanabanye ababandakanyekayo kwimicimbi yaloo efama yenkcitho kwanasekuthatyathweni kwezigqibo ezinento yokwenza noomatshini. &nbsp;&gt;&nbsp;


Technology Development & Transfer: Extension Service to Farmers (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The aim of our extension service is to promote sustainable agricultural systems within the Western Cape in order to ensure prosperous farming communities and rural livelihoods. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ucwangciso LoConservation Planning
iCandelo Lolawulo Lobunjineli Kwezolimo lenza izicwangciso ze liyile izixhobo zobunjineli ezikwinqanaba eliphezulu, ezifana neegabions, iigroynes, iiwaterways neeculverts ngeenjongo zolondolozo lomhlaba, eziquka izixhobo zokuthintela ukubola kwenyele lomlambo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukuhlolwa Komhlaba Ongaphiliyo, Izityalo, Ikalika, Isichumisi, Umgquba Namanzi
Iziko Lophando Ngomhlaba, Amanzi Nembewu Yezityalo elise-Elsenburg provides lihlola-hlola Umhlaba, Isityalo, Isichumisi, inorganic analysis of Soil, Plant, Isichumisi, Ikalika, Isamente, Umgquba Namanzi ngeenjongo zokufumanisa izidingo nobume bezichumisi, ukufumanisa iimpawu zokungasebenza kwale nkqubo, ukufumanisa iingxaki kwanokuphucula indlela yokulawula izakhi-mzimba. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukusetyenziswa kwemitshini
Amafama anikwa iinkonzo zocwangciso lokusetyenziswa kwemitshini ngeenjongo zokuqinisekisa ukuba amafama azisebenzisa kangangoko nangokufanelekileyo izixhobo zokusebenza zolimo. Umba wokukhuthazwa koLimo Olunolondolozo apha eNtshona Koloni (ukungaphethulwa qho komhlaba, ukulawulwa kwentsalela yezilimo emva kokuba kuvuniwe ukuze umhlaba ukwazi ukuwugcina umnyakamo wawo kwakunye nokulandelwa kwenkqubo yokuzitshintsha-tshintsha izilimo) yeyona nto ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uJuni 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





