






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezotyelelo & Nezohambo > Ukuqala & Ukhulise Ishishini Lakho > IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho

IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho




INKCAZELO:

INkqubo yeDesika yoNcedo kwezoKhenketho iqaliselwe ukunikezela uncedo kubarhwebi kwezokhenketho. IDesika yoNcedo nganye kwezoKhenketho iphawula ngokudlamkileyo amathuba kunye nabarhwebi ekuqaliseni ukukhula kwezoKhenketho kwii-SMME ingakumbi kwimimandla esemaphandleni. Olu ncedo lulandelayo luya nikezelwa:
* Kugcinwe incwadi enoluhlu lwamagama abanikezeli benkxaso, amathuba oshishino, amathuba enkxaso-mali kunye neqela labalamli abanolwazi ngoku abanokuthi abarhwebi bancedakale kulo.
* Inyathelo lokuqala elidityanelweyo koku liya bhexesha okanye lenziwe lula.
* Kunikezwa uncedo ekwenzeni izicwangciso zoshishino.
* Iingcebiso kugcino lweencwadi namaxwebhu luyafumaneka.
* Ulwazi jikelele nengcaciso ethile iyanikezwa malunga noshishino kwezokhenketho.
* Iindibano zeengxoxo ze-SMME ziyabanjwa, zibhexeshwa licandelo lezokhenketho, iingcaphephe kurhwebo noshishino ekuncedeni abarhwebi abatsha ekuphuhliseni amashishini abo abheke phambili.



IMIYALELO:

Xa ufuna ulwazi olulolunye, nceda qhagamshelana no-:
Yumnaa Firfirey
Inombolo yomnxeba: 021 483 4165
Ifeksi: 021 483 3018
yfirfire@pgwc.gov.za


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Amacandelo Oshishino Lwezokhenketho Anikezela Ngoncedo


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

iCandelo Lophuhliso Lwezokhenketho (Department of Economic Development and Tourism, uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* INkqubo Yokushishina NgezoKhenketho (TEP) (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 4 uMeyi 2005



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





