






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO |IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ubomi Bakho > Imiba Yomthetho

IMIBA YOMTHETHO


Ukufumana Uncedo Lwezomthetho (IiNkonzo)
Ukuba awunako ukuhlawula igqwetha, ungafumana uncedo lwezomthetho (uncedo ngezemali kwimirhumo yamagqwetha). Kuya kufuneka uphumelele uvavanyo olubizwa ngokuba yi-'means test', oko kukuthi, kufuneka ubonise ukuba urhola imali ngenyanga engaphantsi kwexabiso elimiswe yiBhodi yoNcedo lwaseMthethweni. Eli xabiso liyatshintsha xa ungatshatanga okanye utshatile kwaye likwatshintsha ngokuhamba kwamaxesha. Kufuneka ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Iinkundla zoMzantsi Afrika (IiNkcukacha Zoluntu)
Ingaba usabhidekile ngumcimbi weenkundla zoMzantsi Afrika? Olu xwebhu ke lucacisa ubume beenkundla zoMzantsi Afrika, yaye luneenkcukacha zoqhagamshelwano zeenkundla ndawonye namakhonkco akuqhagamshela kwizigqibo zazo ezifumaneka kwi-internet. &nbsp;&gt;&nbsp;


INkundla kaMantyi (IBakala Lezxhobo)

INkundla Yenkxaso-mali Yesondlo Sabantwana (IBakala Lezxhobo)

INkundla Yamabango Amancinci (IBakala Lezxhobo)

INkundla Yamatyala Esondo (IBakala Lezxhobo)

Iinkundla Ezijongana Nokulingana (IBakala Lezxhobo)

Iinkundla Zasekuhlaleni (IBakala Lezxhobo)

Iinkundla Zoomaspala (IBakala Lezxhobo)

Ii-Ofisi Zoncedo lwezoMthetho (IBakala Lezxhobo)

What to Expect if You are a Witness in a Trial (IiNkcukacha Zoluntu) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)

IiNkundla Zamabango Amancinci (IiNkonzo)
IiNkundla Zamabango Amancinci zisebenza ngemiba yoluntu apho ibango lingaphantsi kwama-R7000. Zikholo ukwenza ukuba inkqubo yeenkundla ikhawuleze. &nbsp;&gt;&nbsp;


Western Cape and National Legislation (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
A list of Western Cape and National legislation on Cape Gateway, ordered by year. A full list of National legislation is available at www.gov.za. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukufaka Ibango Kwingxowa-mali Yeengozi Zendlela (IiNkonzo)
Yintoni iNgxowa-mali Yeengozi Zendlela? Ngubani onokufaka ibango kule ngxowa-mali? Ungayifumanela ukwenza ntoni imali? Yintoni ukungakhathali? Libango lemali engakanani onokulifaka? Ibango liphunyezwa emva kwexesha elingakanani? Ulifaka njani ibango kule Ngxowa-mali? Lifakwa phi ibango? ... &nbsp;&gt;&nbsp;



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 23 uJuni 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





