






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezotyelelo & Nezohambo > Uphuhliso Noncedo Ngezimali > Inkxaso-mali esuka kwiNkqubo yoDanjiso lweNdlala

Inkxaso-mali esuka kwiNkqubo yoDanjiso lweNdlala




INKCAZELO:

Inkqubo yokudanjiswa kwendlala yasekwa ngurhulumente ekunciphiseni indlala eMzantsi Afrika. Icandelo lezokhenketho kwiSebe leMicimbi yeNdalo esiNgqongileyo noKhenketho lwabelwa ingxowa-mali yokuxhasa iiprojekthi eziluhlobo oluthile lwezokhenketho. Le ngxowa-mali ijolise:
* ekudaleni imisebenzi kuphuhliso lwezibonelelo zomsebenzi kwezokhenketho
* ekuphuhliseni imveliso entsha kwezokhenketho
* ekunikezeleni uqeqesho nolwakhiwo lwezikhundla
* ekuqinisekiseni ukuba ezi projekthi ziyagcinakala ixesha elide.
Kuphela ziiprojekthi ezisekelwe kuluntu kwimimandla nezingezizo ezomntu ngamnye ezinokuthi zifumane inzuzo kule ngxowa-mali. Kuphela ziitrasti zoluntu kwimimandla okanye iinkampani zeCandelo 21 ezimelwe ngokwaneleyo kwimimandla eziya kuthi ziqwalaselwe ekufumaneni le nkxaso-mali.


IMIYALELO:

Iinkcukacha ezigcweleyo zendlela emisiweyo yokhetho kule nkxaso-mali kunye nezicelo neenkqubo zovavanyo ziyafumaneka kule ncwadi, yeeNkqubo zeNkxaso kumaShishini ezoKhenketho, nepapashwe liSebe leMicimbi yeNdalo esiNgqongileyo noKhenketho kunye neSebe loRhwebo noShishino. Xa ufuna iinkcukacha ezingezinye, qhagamshelana no-:
Mahandra Naidoo
Inombolo yefowuni: 012 310 3846
Ifeksi: 012 320 4740
mnaidoo@ozone.pwv.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isebe Lemicimbi Yendalo Engqongileyo Nezotyelelo (The Government of South Africa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* INkxaso-mali yeProjekthi kuHlahlo lwabiwo-mali lweCandelo loMlawuli oyiNtloko: uKhenketho (IiNkonzo)
* Isicelo seNkxaso kwiNkqubo yoPhuhliso lwamaShishini Aphakathi Namancinci (SMEDP) (IiNkonzo)
* Isicelo seNkxaso kwiYunithi yoShishino lwezoKhenketho kwiQumrhu loPhuhliso loShishino (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uDisemba 2003



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





