






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezotyelelo & Nezohambo > Uphuhliso Noncedo Ngezimali > Isicelo seNkxaso kwiNkqubo yoPhuhliso lwamaShishini Aphakathi Namancinci (SMEDP)

Isicelo seNkxaso kwiNkqubo yoPhuhliso lwamaShishini Aphakathi Namancinci (SMEDP)




INKCAZELO:

I-SMEDP yinkqubo yokufumana umnikelo oyimali eziinkozo nokunikezelwa koncedo kushishino olunxulumene nezokhenketho eMzantsi Afrika. Uncedo lunikezelwa kwiiprojekthi ezintsha okanye ezandisiweyo. Oku kulandelayo yimizekelo yeeprojekthi ezinokuthi zonyulwe:
* Amashishini abonwa njengakudidi lwalawo abonelela ngeendawo zokuhlala zexeshana nje elingephi, umzekelo, iihotele, iindawo zokuhlala ofumana ibhedi nesidlo sakusasa, iiloji kunye nezindlu ekuhlalwa kuzo ngexesha leeholide.
* Abasebenzi bezokhenketho abanceda kuphela abakhenkethi.
* Amashishini aneziporo ingakumbi ecaleni kwentaba okanye izporo zabucala, iindlela ezisebenza ngeentambo zombane ezisemoyeni, izithuthi ezihamba emanzini amadama, awamachibi kwanawezinye iintlobo.
Inzuzo kule nkqubo yenkuthazo iquka:
* Umnikelo oyimali eziinkozo engatsaelwa rhafu kwiminyaka emibini nosekelwe kwixabiso lwenzaliso-mali kwizakhiwo, ifenitshala, izixhobo neenqwelo-mafutha.
* Umnikelo oyimali eziinkozo owongeziweyo kunyaka wesithathu kumashishini xa umgangatho okanye izinga leMivuzo yaBasebenzi xa ichazwa ngokwexabiso lomsebenzi, lingangamashumi amathathu ekhulwini (30%).
* Inkuthazo ebukhulu bungama-R3 050 000 rhoqo ngonyaka kumashishini anenzaliso-mali kwizakhiwo, ifenitshala, izixhobo neenqwelo-mafutha.



IMIYALELO:

Fumana incwadana yolwazi nephetshana lezicelo kwiSebe loRhwebo noShishino (DTI) uze uyigqithisele kwi-DTI ukuze ivavanywe.Xa ufuna iinkcukacha ezizezinye, nceda uqhagamshelane:
Inombolo yomnxeba: 012 310 1288 / 1279
Inombolo yefeksi: 012 322 0115 / 0011
enterprise@dti.pwv.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isebe Leentengiso Norhwebo (The Government of South Africa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho (IiNkonzo)
* Isicelo seNkxaso kwiYunithi yoShishino lwezoKhenketho kwiQumrhu loPhuhliso loShishino (IiNkonzo)
* INkxaso-mali yeProjekthi kuHlahlo lwabiwo-mali lweCandelo loMlawuli oyiNtloko: uKhenketho (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 9 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





