






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezotyelelo & Nezohambo > Ukuqala & Ukhulise Ishishini Lakho > UBhaliso kuLuhlu Oluneenkukacha zoShishino lwabaMnyama

UBhaliso kuLuhlu Oluneenkukacha zoShishino lwabaMnyama




INKCAZELO:

ISebe leMicimbi yeNdalo esiNgqongileyo noKhenketho kwiNkqubo yeShishini lezoKhenketho (TEP) lithabatha inxaxheba kwisiseko soluhlu oluneenkcukacha zoshishino lwabamnyama ngokusebenzisana noKhenketho eMzantsi Afrika. Olu luhlu luneenkcukacha luya kuqinisekisa ukuba la mashishini kuyashishinwa ngawo, ukuba afumana amanyathelo afanelekileyo kulwakhiwo lwezikhundla kwakunye nokuba afumana amathuba afanelekileyo kurhulumente.I-TEP iya kuphinda iqalise uxanduva lokuqinisekisa ngomgangatho wemveliso ye-HDI ngokubhexesha okanye ngokwenza lula imigangatho ye-Tourism Grading Council of SA (i-TGCSA) ngokwesiseko sokwabelana ngamaxabiso phakathi kwe-TEP, i-TGCSA kunye neshishini. Xa sele olu luhlu kuqinisekisiwe ngomgangatho walo, isiseko esisemgangathweni siya kufumana inzuzo yokuvunyelwa kuqala kwisikhundla sonxibelelwano ngekhompyutha soKhenketho eMzantsi Afrika.


IMIYALELO:

Xa ufuna ulwazi olongeziweyo, qhagamshelana no-Sarah Manone
Inombolo yomnxeba: 012 310 3635
Ifeksi: 012 320 4740
smanone@ozone.pwv.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Isebe Lemicimbi Yendalo Engqongileyo Nezotyelelo (The Government of South Africa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho (IiNkonzo)
* Isicelo seNkxaso kwiYunithi yoShishino lwezoKhenketho kwiQumrhu loPhuhliso loShishino (IiNkonzo)
* Isicelo seNkxaso kwiNkqubo yoPhuhliso lwamaShishini Aphakathi Namancinci (SMEDP) (IiNkonzo)
* INkxaso-mali yeProjekthi kuHlahlo lwabiwo-mali lweCandelo loMlawuli oyiNtloko: uKhenketho (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 3 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





