






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezotyelelo & Nezohambo > Abakhokeli Babatyeleli > Isicelo sokuba nguMnikezeli oQinisekisiweyo woQeqesho kwezoKhenketho noVavanyo

Isicelo sokuba nguMnikezeli oQinisekisiweyo woQeqesho kwezoKhenketho noVavanyo




INKCAZELO:

UKhenketho, ukuBuka iiNdwendwe neMfundo ngezeMidlalo noGunyaziso lwezoQeqesho (THETA) inikeza inkonzo yoqinisekiso kubantu abathile okanye imibutho enikeza imfundo, uqeqesho kunye/okanye novavanyo kushishino lwezokhenketho. Abanikezeli abaqinisekisiwey badlala indima ebaluleke kakhulu kwezokhenketho, umzekelo, abanikezeli boqeqesho novavanyo kwezokhenketho basetyenziswa kwinkqubo yobhaliso loonogada kwezokhenketho.


IMIYALELO:

Iinkcukacha ezigcwleyo ngelungelo labenzi bezicelo kwakunye nenkqubo yoqinisekiso ziyafumaneka kwesi sikhundla sonxibelelwano ngekhompyutha - THETA website.Okanye ungaqhagamshelana ne-Theta kwezi nombolo:
Call Centre: 0860 100 221
Inombolo yefowuni: 011 803 6010
Ifeksi: 011 803 6702
info@theta.org.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

I-SETA yezoTyelelo nezoNonophelo





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* IDesika yoNcedo lwabaRhwebi kwezoKhenketho (IiNkonzo)
* Ukuzibhalisa Njengomkhokeli Wabakhenkethi (IiNkonzo)
* IProjekthi yeMfundiso ngezoKhenketho (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 24 uMeyi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





