






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > URhulumente & Nolawulo Ngentando Yesininzi > Ulonyulo > Ukutshintsha Iinkcukacha Zakho kuLuhlu looMaspala

Ukutshintsha Iinkcukacha Zakho kuLuhlu looMaspala




INKCAZELO:

ULuhlu Lwabavoti kufuneka lungabi naziphene yaye luqulathe kangangoko lunakho ngokwakwiinkcukacha zabavoti. Iinkcukacha zabavoti kufuneka zingabi naziphene. Oku kuthetha ukuba uLuhlu Lwabavoti kufuneka soloko lunezona nkcukacha zintsha ngawo onke amaxesha.

Abavoti Abatsha kufuneka bongeziwe kolu luhlu. Oku kuya kuqulatha wonke umntu oba ne-16 leminyaka ezelwe, wonke umntu ofumana ubumi boMzantsi Afrika kwakunye naye wonke ummi woMzantsi Afrika obengazange abhalise ngaphambili.

Abavoti kufuneka basoloko benikezela ezona nkcukacha zabo zisebenzayo, umzekelo, ukuba uyitshintshile idilesi yakho, okanye ukuba uyitshintshile ifani yakho kuba utshatile.
Amagama kuyafuneka esusiwe kuLuhlu. Umzekelo, abantu abaswelekileyo, (isiqinisekiso sokusweleka kufuneka siveziwe) okanye abantu abafudukele kumanye amazwe.


IMIYALELO:

Ukutshintsha iinkcukacha zakho zokuvota, kufuneka uye kwiOfisi yakho yoLonyulo looMaspala.Okanye ngeenkcukacha ezithe vetshe ungaqhagamshelana neofisi ye-IEC eNtshona Koloni:
6th Floor, Customs House, Foreshore, Cape Town
Umnxeba: 021 409 5300
IFeksi: 021 425 6410


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Ii-Ofisi Zolonyulo


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

iKomishoni Ezimeleyo Yolonyulo





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukubhalisa kuLuhlu Lwabavoti (IiNkonzo)
* Independent Electoral Commission Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Ukujonga Ukuba Ngaba Ngokwenene Ubhalisile kuLuhlu Lwabavoti (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 15 uDisemba 2003



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





