






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > URhulumente & Nolawulo Ngentando Yesininzi > Ulonyulo > Ukubhalisa kuLuhlu Lwabavoti

Ukubhalisa kuLuhlu Lwabavoti




INKCAZELO:

Phambi kokuba ungavota kulonyulo lukaZwelonke okanye looMaspala, kufuneka ube kanti ubhalisile kuLuhlu lwabavoti.

ULuhlu olu luqulethe iinkcukacha zomvoti ngamnye yaye lusisixhobo esibalulekileyo sokulungiselela uvoto. Umzekelo, luvumela i-IEC yazi ukuba bangaphi abantu abanokuvota kwingingqi nganye ukuze yona iqinisekise ukuba izikhululo zovoto zanele.
ULuhlu Lwabavoti lukwabalulekile ekunqandeni ubuqhophololo kuvoto.


IMIYALELO:

Ungakwazi ukubhalisa kuphela kwingingqi ohlala kuyo - oko kukuthi apho uhlala khona, okanye indawo oqhele ukubuyela kuyo emva kwexesha umkile.

Ukuze ubhalise, udinga ukuba:
* Ube ngaphezu kwe-16 leminyaka ubudala.
* Ukuya kubhalisela uvoto ngokwakho.
* Ngummi woMzantsi Afrika.
* Ube futhi ubonise incwadana yakho yesazisi (ID) enekhodi yokuvota, okanye isiqinisekiso esisasebenzayo sesazisi sexeshana.


Ungabhalisa kwiofisi yoMongameli woLonyulo looMaspala, ngamaxesha omsebenzi.
Nangona ungabhalisa xa usiba ne-16 leminyaka uzelwe, ungavota kuphela xa une-18 leminyaka uzelwe.


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Ii-Ofisi Zolonyulo


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

iKomishoni Ezimeleyo Yolonyulo





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukutshintsha Iinkcukacha Zakho kuLuhlu looMaspala (IiNkonzo)
* Regulations Concerning Registration of Voters (UMmiselo) (File type: doc) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Uvoto Kulonyulo lweLizwe (IiNkonzo)
* Independent Electoral Commission Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Ukujonga Ukuba Ngaba Ngokwenene Ubhalisile kuLuhlu Lwabavoti (IiNkonzo)
* Uvoto Kulonyulo looMaspala (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 15 uDisemba 2003



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





