






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > URhulumente & Nolawulo Ngentando Yesininzi > Ulonyulo > Ukujonga Ukuba Ngaba Ngokwenene Ubhalisile kuLuhlu Lwabavoti

Ukujonga Ukuba Ngaba Ngokwenene Ubhalisile kuLuhlu Lwabavoti




INKCAZELO:

Phambi kokuba uvote kulonyulo, kufuneka ube ubhalisile kuluhlu lwabavoti.

ULuhlu olu luqulethe iinkcukacha zomvoti ngamnye yaye lusisixhobo esibalulekilyo sokulungiselela uvoto. Umzekelo, uluhlu olu luvumela i-IEC yazi ukuba bangaphi abantu abanokuvota kwingingqi nganye ukuze yona iqinisekise ukuba izikhululo zovoto zanele.

ULuhlu Lwabavoti lukwayindlela ebalulekileyo yokunqanda ubuqhophololo kulonyulo.
Kukho malunga ne-1,910,866 abavoti ababhalisileyo eNtshona Koloni.


IMIYALELO:

Ungazijonga ukuba ngenene ubhalisile online. Ukwenza oku, kuza kufuneka ube nenombolo ekwincwadana yakho yesazisi. Ukuba ubhalisile, iinkcukacha zakho zokuvota ziza kuvela, oko kuquke nokuba ubhalise phi.Ungatsalela nomnxeba kwinombolo engahlawulelwayo ye-IEC ethi: 0800 11 8000 okanye undwendwele iOfisi YoLonyulo looMaspala ekufutshane nawe ukuqinisekisa iinkcukacha zakho zokubhalisela uvoto.


IFUMANEKA KWI:

La mabakala amaziko:
* Ii-Ofisi Zolonyulo


IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

iKomishoni Ezimeleyo Yolonyulo





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukubhalisa kuLuhlu Lwabavoti (IiNkonzo)
* Ukutshintsha Iinkcukacha Zakho kuLuhlu looMaspala (IiNkonzo)
* Independent Electoral Commission Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 10 uFebruwari 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





