






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO |IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Ubomi Bakho > EzeMpilo > Umhlaza

UMHLAZA


Implementing Cervical Screening in South Africa (Izikhokelo, Incwadi yezikhokelo & Imiyalelo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
The Cervical Health Implementation Project is a collaborative project of the Women's Health Research Unit (WHRU) of the University of Cape Town, the Women's Health Project of the University of the Witwatersrand and EngenderHealth, USA with support from the South African National Department of Health. &nbsp;&gt;&nbsp;


Uvavanyo Lomhlaza Webele (IiNkonzo)
Abantu basetyhini bayaboniswa ukuba bangawavavanya njani na amabele abo ukuze bafumanise amaqhuba anokuba ngunobangela womhlaza. Ukuba kuthe kwafumaniseka iqhuma, uya kuthunyelwa kuphando oluthe xhaxhe, oluya kuhlanganisa imammogram, ukususwa nokuxilongwa kweqhuma elo ukufumanisa ukuba alinabungozi na (alinamhlaza) okanye linobungozi (linomhlaza) na, ze ke umntu lowo aqeqeshelwe ... &nbsp;&gt;&nbsp;


Iphetshana Elinikezela Iinkcukacha Ngomhlaza Webele (IiNkcukacha Zoluntu)
Eli ke liphetshana elinye elinikezela ngeenkcukacha-manani kwanokugqugqisa komhlaza webele kwakunye nemiba ebeka umntu esichengeni sokuhlaselwa lolu hlobo lomhlaza. &nbsp;&gt;&nbsp;


Ukuzivavanya Amabele (IiNkcukacha Zoluntu)
Le ncwadana iqulethe izizathu zokuzivavanya amabele rhoqo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Khusela Impilo Yakho: iPap Smear (IiNkcukacha Zoluntu)
Apha ke sichazela amanina abudala buyiminyaka engaphezu kwamashumi amathathu ngokuba ziintoni na ezi pap smear, nokuba kufuneka zenziwe nini futhi zisenzelwa ntoni na. &nbsp;&gt;&nbsp;


Uvavanyo Lomhlaza Wesizalo (IiNkonzo)
Umhlaza womlomo wesizalo nowamabele zezona ntlobo zimbini ziqhelekileyo zomhlaza ezifumaneka kubafazi boMzantsi Afrika yaye bonkomama basemngciphekweni wokuhlunyelwa zezi ntlobo zomhlaza. &nbsp;&gt;&nbsp;


Iphetshana Lenkcazelo Ngomhlaza Wesibeleko Kubasebenzi Becandelo Lezempilo (IiNkcukacha Zoluntu)
Eli ke liphetshana Elinikezela Ingcaciso Ngomhlaza Wesibeleko Kubasebenzi Bononophelo Lwempilo. &nbsp;&gt;&nbsp;


Umhlaza Wamatyhalarha (IiNkcukacha Zoluntu)


Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uFebruwari 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





