






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezendalo Engqongileyo > Ulawulo & Nokhuselo Lwendalo Engqongileyo > Izibheno Zokuhlolwa Kokuphazamisana neNdalo Engqongileyo

Izibheno Zokuhlolwa Kokuphazamisana neNdalo Engqongileyo




INKCAZELO:

Izibheno kwizigqibo zeSebe, kuquka Amaxwebhu Aneenkcukacha Zesigqibo ekufikelelwe kuso ngokweMimiselo Yokuhlolwa Kokungqubana neNdalo Engqongileyo (Izaziso zikaRhulumente EziNombolo ingu 1182 nengu 1183 yomhla we-5 kweyoMsintsi ka-1997) njengokuba yafakwa izilungiso (iMimiselo ye-EIA), KUFUNEKA zingeniswe kuMphathiswa iMiba yeNdalo Engqongileyo noCwangciso loPhuhliso, hayi kwiSbe ngokwalo.


IMIYALELO:

Kufuneka ugcwalise iphetshana elinemibuzo ngesibheno eso ze ulingenise, kwaneempepha zesibheno sakho njengoko kutshiwo kwicandelo 11 leMimiselo ye-EIA, kuMphathiswa. Qhagamshelana neCandelo loMphathiswa ku:
Suraya Hamdulay
UNobhala Olawulayo
Private Bag X9186, Cape Town, 8000
Inombolo yomnxeba: 021 483 3915
Inombolo yefeksi: 021 483 2726
shamdula@pgwc.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

iCandelo loMphathiswa Wezendalo, Ucwangciso Nophuhliso Loqoqosho (uRhulumente Wephondo leNtshona Kapa)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Environmental Impact Assessments (IiNkonzo) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Iphetshana Elinemibuzo Ngesibheno Eso (IFomu) (File type: pdf)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 16 uOktobha 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





