






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ezokuzonwabisa & Nezemidlalo > Ukuzonwabisa > Indawo Yokuhlala, Ukukampa, Ukwenyuka Iintaba kwakunye Namaziko Okubamba Iingqungquthela zaseNtshona Koloni

Indawo Yokuhlala, Ukukampa, Ukwenyuka Iintaba kwakunye Namaziko Okubamba Iingqungquthela zaseNtshona Koloni




INKCAZELO:

Iindwendwe ezisafuna ukuhlala ixeshana kulo naliphi na elinye lamaziko olondolozo lwendalo eNtshona Kapa kudingeka ukuba zifake izicelo zoko kwangethuba. Amaziko kwakunye neendleko zahluka ngokweendawo abantu abakuzo.

IiChalets neeCottages zifumaneka kwezi ndawo zilandelayo:
* eVrolijkheid
* eGamkaskloof
* eGrootvadersbosch
* eKogelberg
* eMarloth
* eSalmonsdam
* eRocherpan
* e-Anysberg
* eGoukamma
* eDe Hoop
* eDe Mond
* eGroot eWinterhoek
* eHottentots Holland
* eKammanassie
* e-Assegaaibosch
* eCederberg
* eGamkaberg.


Iindawo zokukampa afumaneka:
* eTweede Tol
* eGamkaskloof
* eGrootvadersbosch
* eDe Hoop
* e-Anysberg
* eCederberg


Iihambo ezahlukeneyo zokwenyuka iintaba kwakunye neendawo zokuhlala ekunokulalwa kuzo zifumaneka kule mimandla ilandelayo:
* kwiGarden Route
* eLittle Karoo
* eBoland
* e-Overberg
* kuNxweme oluseNtshona
* eBreede River


Iindawo ezithile zikwabonelela nangeentshukumo zokubuka indalo ezifana ne-kayaking, ukwenyuka iikloof, ukwenyuka iintaba ngebhayisekile kwakunye nemiboniso nokuqhutywa kwee-4x4.
I-Assagaaibosch ne-Jonkerhoek nazo zinawo amaziko aqeshisayo okubambela iingqungquthela.


IMIYALELO:

Ukuze ufumane iinkcukacha ezizezinye, qhagamshelana ne-ofisi yamatikiti:

uHelen Cassels
Kule nombolo yomnxeba: 021 426 0723
Fundile Martins
Inombolo yomnxeba: 021 424 7450
cncinfo@cape-town.org

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

IBhodi yoLondolozo lweNdalo yeNtshona Koloni


IXABISO:

Cofa apha ukuze ufumane ezinye iinkcukacha ngeerhafu..</p




This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Amaphepha-mvume okuqhuba elwandle kwaneZiqinisekiso zokuSebenza Ngeendawo Zokudlala ngamaPhenyane (IiNkonzo)
* Ukunikezelwa Kwamaphepha-mvume Olondoozo lweNdalo (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 11 uSeptemba 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





