






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ushishino & Noqoqosho > Amaphepha-mvume Okushishina Ngotywala > Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala

Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala




INKCAZELO:

Unakho ukungasamkeli isicelo sephepha-mvume lotywala.KuLwesihlanu wokuqala wenyanga, zonke izaziso zokuba nenjongo zokufaka isicelo sephepha-mvume zipapashwa kwiPhepha-ndaba likaRhulumente. Isaziso esikwiPhepha-ndaba likaRhulumente siso kuphela isaziso sofako-sicelo esinikezelwa eLuntwini.


IMIYALELO:

Ungafaka isikhalazo sesicelo esifakiweyo kuMantyi okwiSithili ukuba izakhiwo zakhiwe phi ngaphakathi kweentsuku zenkundla ezingama-28.

Inkcaso yakho kufuneka idibanise:
* Amagama akho apheleleyo nedilesi yakho epheleleyo
* Igama nedilesi yezakhiwo ochasene nazo
* Izizathu zokuba uchase, kubekho ubungqina bokuxhasa oku ukuba kunokwenzeka.

Ukuba ufuna ukusebenzisa izibongozo ukuchasana nolu fako-sicelo, kufanele uqinisekise ukuba uluhlu lwenkcukacha zomyili wala maphepha lunikezelwa ngokugcweleyo.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:


* Liquor Licencing Administration (Department of Economic Development and Tourism, Provincial Government of the Western Cape)
* IBhodi Ejongene Notywala yeNtshona Koloni





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 25 uMatshi 2004



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





