






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ushishino & Noqoqosho > Amaphepha-mvume Okushishina Ngotywala > Izikhalazo Ezinento Yokwenza Namashishini Anamaphepha-mvume Okushishina Ngotywala

Izikhalazo Ezinento Yokwenza Namashishini Anamaphepha-mvume Okushishina Ngotywala




INKCAZELO:

Ukuba usomashishini othengisa utywala uthi aphaamisane nabanye abantu, oku kunokuthi kanti akuhambiselani nomthetho iLiquor Act okanye ke imiqathango yelo phepha-mvume. Kusenokufakwa isikhalazo emapoliseni, aya kuthi ke wona amthathele amanyathelo loo somashishini. Kwingingqi apho kukho khona umbutho wasekuhlaleni, umzekelo, iqoqo lamapolisa asekuhlaleni okanye umbutho wabahlawuli berhafu osebenzayo, kuya kufuneka lo mbutho waziswe.Ukuba ingxaki leyo iyaqatsela, amapolisa kufuneka athumele ingxelo kwiBhodi Yotywala. IBhodi Yotywala leyo ke ingayichophela le ngxaki ze ibeke nemiqathango kwelo phepha-mvume lokushishina ngotywala ze ilirhoxise okanye ilinqumamise, ukuba oko kuyimfuneko.


IMIYALELO:

Ukuze ube nokufaka isikhalazo ngeshishini elinephepha-mvume lokushishina ngotywala, kufuneka unikezele ngentetho efungelweyo emapoliseni.

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:


* Liquor Licencing Administration (Department of Economic Development and Tourism, Provincial Government of the Western Cape)
* IBhodi Ejongene Notywala yeNtshona Koloni





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Ukuchasana Nezicelo Zamaphepha-mvume Okuthengisa Utywala (IiNkonzo)
* Ukufumana Ulwazi Ngezicelo Nzingenayo Zamaphepha-mvume Otywala Kwakunye Nemisebenzi yeBhodi yoTywala yeNtshona Koloni (IiNkonzo)
* Liquor Act, 27 of 1989 (UMthetho) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 13 uFebruwari 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





