






UMPHANDLE|UBOMI BAKHO|IMIBA|USHICILELO|IZALATHISO |URHULUMENTE|IITHENDA|IMISEBENZI





English
|
Afrikaans
|
Malunga
|
Qhagamshelana
|
Uncedo
|
Funa nzulu  |



 





Umphandle > Izalathiso > Iinkonzo > Ushishino & Noqoqosho > Amacandelo Oshishino > Inyathelo leKapa loBuxhaka-xhaka Bobugcisa Lwezinto Eziphilayo

Inyathelo leKapa loBuxhaka-xhaka Bobugcisa Lwezinto Eziphilayo




INKCAZELO:

I-Cape Biotech Initiative (CBI ) yabhengezwa ngonyaka ka 2002/2003. Sisambuleni sembutho esijolise ekudaleni urhwebo lobugcisa ngezinto eziphilayo oluxakeke kakhulu eNtshona-Koloni. ICBI imele umdla worhwebo, izifundiswa, urhulumente, ezemali, uluntu nabo bonke abathathi benxaxheba kummandla wobugcisa bofundo ngezinto eziphilayo.Uqaliso lwaphumelela ukunikwa umsebenzi wokumisa isifukamisi esibiza i-R150 ezigidi ngokwemigaqo ye-National Biotechnology Strategy.


IMIYALELO:

Ngolwazi oluthe vetshe qhagamshelana no:Nigel Gwynne-Evans
Inombolo Yomnxeba: 021 483 3859
Inombolo Yefeksi: 021 483 4616
ngwynne@pgwc.gov.za

IBONELELWA LISEBE:



ICANDELO LIKARHULUMENTE:

Strategiese Sektorsteun (Department of Economic Development and Tourism, Wes-Kaapse Provinsiale Regering)





This content also available in English | Hierdie inhoud is ook beskibaar in Afrikaans

YAYAMENE

* Cape Biotech Initiative Website (Qhagamshela) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Biotechnology Strategy for South Africa - iSebe Lenzululwazi Nobugcisa Bonxibelelwano (ISicwangciso -qhinga/ISicwangciso Soshishino) (ifumaneka ngesiNgesi kuphela)
* Ulwazi Ngamacandelo oRhwebo (IiNkonzo)



Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 19 uJulayi 2006



Ingaba kukho nto ungayiqondiyo kwiintetho zaseburhulumenteni



| IMIBUZO? Sibuze nje wena: questions@capegateway.gov.za



Isigama Esinokusetyenziswa | uMgaqo-nkqubo Wemfihlelo | Ilungelo Lobunini







I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe





