Isicelo segranti yegqala elivela emfazweni
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Isicelo segranti yegqala elivela emfazweni
Somnyenyevu wentlalo seNkonzo yeNtlalo yeHlabathi
Imeko esiqhelweni malunga nabantu abakhubazekileyo ukufakelwa igranti yentlalo kwiakhawunti
Iinkonzo zokuxhasa iintsapho aMandla aMaxhoba oBugebenga noBundlobongela
Nokubuyiselwa kwemeko esiqhelweni
Okwamkelwa kwikhaya labantu abadala
Isicelo sesibonelelo ngokwenkqubo
OkuKhusela aBantu eNdlaleni
IiNkonzo zooMasipala eziSisiseko zaMahala
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Imali kunye neenzuzo zentlalo
Inkonzo zentlalo
Isicelo segranti yegqala elivela emfazweni
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ukuze wenze isicelo sesi sibonelelo kufuneka:
Isibonelelo sihlawulwa nangayiphi nangayiphi na indlela kwezi zilandelayo:
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Ukuba umdala kakhulu okanye uyagula kakhulu ukuba ungahamba uye e-ofisini, cela umntu ukuba akwenzele isicelo sokuba undwendwelwe ekhaya, egameni lakho. Loo mntu kufuneka eze neleta evela kuwe okanye ingxelo kagqirha (doctor's note) echaza isizathu sokuba ungakwazi ukuya e-ofisini.
Zalisa ifom yesicelo yakho phambi kwegosa elivela kwiSebe.
o ukuba ungaphantsi kweminyaka eyi-60, uvavanyo lonyango okanye ingxelo echaza ukuba akunakho ukusebenza.
Lamaphepha alandelayo ayafuneka ukuze ufake isicelo, xa incwadi yesazisi okanye isitifiketi singekho:
Inkcazelo malunga nemeko yakho yomtshato:
o ukuba akutshatanga, i-afidavithi (affidavit) eyingxelo efungelweyo echaza ukuba akutshatanga o ukuba utshatile, isatifikethi sakho somtshato o ukuba uwuqhawule umtshato, umyalelo wakho wokuqhawula umtshato o ukuba umlingane wakho wasweleka, isatifikethi sokusweleka somlingane wakho.
Fumana irisithi uyigcine njengobungqina bokuba wenze isicelo.
Uya kuchazelwa ngento ebhaliweyo ukuba ngaba isicelo sakho sibe yimpumelelo okanye akunjalo.
Ukuba isicelo sakho asivunywanga, i-ofisi yokhuseleko loluntu iya kukwazisa ngento ebhaliweyo ecacisa izizathu zokuba kungani na ukuba isicelo sakho singabanga yimpumelelo.
Yenza isibheno kwithuba leentsuku eziyi-90 zokufumana kwakho isaziso malunga nesiphumo sesicelo sakho. 
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ukusingatha isicelo sakho kungathatha iintsuku eziyi-21.
Ukuba isicelo sakho sivunyiwe, uya kuhlawulwa ukususela ngolo suku wawenze ngalo isicelo. 
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa.
Entla
Entla
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
