Inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Bhalisa inqanawa yokuloba iLayisensi yenqanawa yokuloba yelizwe langaphandle iLayisensi yenqanawa yokuloba yeli lizwe iPemethe yokuseka indawo yokwenza imveliso yeentla ilungelo lokuloba ukuthutha okanye ukuphatha ukutya
Ukuphathwa nokuthuthwa kobisi
Isicelo selungelo lokukhangela ubukho besimbiwa
Isicelo selungelo lokwemba umgodi bhalisela ukusebenzisa amanzi
Inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile
Elayisensi yokuqhuba iNkonzo yePosi eBekelwe iZiko
Yenkonzo yosasazo lwezandi ekhupha imitha yamandla seLayisensi yeNkonzo yoSasazo loRhwebo
Elayisensi yenkonzo yabahlali yosasazo lwezandi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Yenza isicelo sepemethe okanye selayisensi
Inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile
Isicelo selayisensi yokuqhuba inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ubhaliso lusebenziseka ithuba lonyaka omnye ukusukela kumhla wokukhutshwa kwesatifiketi sobhaliso.
Ukuhambisa impahla nezinto ezinobunzima obuyikhilogrem enye okanye nangaphantsi
Ukukhutshwa kwezitampu zokuposa
Ukunikwa kwenkonzo yokuqokelela ecaleni kwendlela kunye neebhokisi zee-adresi.
Ezi aziwabandakanyi amashishini anika iimveliso zawo, afana nommntu othengisa nocwangcisa iintyatyambo, usosilarha okanye ivenkile yegrosari.
Abantu abazimele bucala okanye amashishini azimele bucala, akhululekile enze isicelo selayisensi yokuqhuba inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile (kuyo nayiphina inkonzo engabandakanywanga kolu luhlu lungentla).
Isicelo sokubhalisa kuMgqaliseli weeNkonzo zePosi ukuze uqhube inkonzo yeposi engabekelwanga iziko elithile, kufuneka siqingqwe ngendlela, kwaye sihambisane nomgaqo, ochazwe nguMphathiswa ngokweziphakamiso ezenziwe nguMgqaliseli (Regulator).
Ubhaliso lusebenziseka ithuba lonyaka omnye ukusukela kumhla wokukhutshwa kwesatifiketi sobhaliso.
Ukuze ufumane inkcazelo ebanzi, yiya kwiSebe lezoNxibelelwano
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Zalisa ifom yesicelo ngokuphindwe kathathu.
Hlawula imali efunekayo ngekhetshi okanye ngetshekhi eqinisekiswe yibhanki:
Hambisa ifom yesicelo kwiSebe lezoNxibelelwano, uyihambise nobungqina bentlawulo.
Thumela ubungqina bentlawulo ngefeksi kwinombolo ethi: 12 427 8536.
Faka ezi zinto zilandelayo:
Isatifiketi sobhaliso lweshishini
Iikopi eziqinisekisiweyo zayo yonke imiqulu ebandakanyekayo yokuseka ishishini
Iinkcukacha zabantu abanezabelo kunye nepesenti yesabelo somntu ngamnye onesabelo
Iinkcukacha zeziko eliphetheyo
Ukungaphumeleli ukuhambisana nayo nayiphi na kwezi mfuneko kungakhokelela ekubeni isicelo sakho singavumeleki ukuba siqwalaselwe.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Ilayisensi ingalunga emva kweentsuku ezingama- 30.
Entla
Iindleko
Entla
Entla
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
