Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zabantu
Ixesha lokuphola ezemidlalo kunye nokuzonwabisa
Inkcazelo
Nabanina owamkela igranti yentlalo - yabantu abadala, yokukhubazeka okanye yamagqala avela emfazweni - kwiSebe loPhuhliso lweNtlalo
Ilayisensi ivuseleleka qho ngonyaka.
Inkqubo emayilandelwe
Yenza isicelo ePosini ekufuphi okanye kumthengisi ogunyaziselwe ukukhupha iilayisensi ze-TV.
Hambisa ezi zinto zilandelayo:
Incwadi yakho yesazisi
Ifom yesicelo ehamba nentlawulo yesicelo
Ubungqina be-adresi yendawo kunye ne-adresi yokuposa, zihambe nenombolo yomnxeba.
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Isicelo singathabatha iiyure ezimbalwa.
Iindleko
Ifowuni:
Ifeksi:
I-adresi yendawo:
I-adresi yokuposa:
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
