Ukuvavanya imbewu ngeenjongo zesikhalazo nempikiswano
Iinkonzo zabantu
Iinkonzo zemibutho
Iinkonzo zabantu bamazwe angaphandle
Khetha ulwimi
Ukuvavanya imbewu ngeenjongo zesikhalazo nempikisw
Isicelo samalungelo okumilisa izityalo
Isicelo sokuqonda udidi lwesityalo
Isicelo semvume yeentshukumo zonke ezinxulumene
Shicilela eli phepha/Printa eli phepha
Yongeza kwimiba ethandwayo
Beka njengephepha lokuqala
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
Ikhasi lokuqala
Iinkonzo zemibutho
Ukuvavanya imbewu ngeenjongo zesikhalazo nempikisw
Ukuvavanya imbewu ngeenjongo zesikhalazo nempikiswano
Inkcazelo
Inkqubo emayilandelwe
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
Iindleko
Inkcazelo
Ungazixela ezinye izikhalazo okanye iimpikiswano zokuvavanywa kwembewu ezayamene nomgangatho wembewu, kodwa kufanele uqale unxulumane ne-OSTS (jonga iinkcukacha zonxulumano) ukuze uqonde ukuba ngaba bukhona na ubuchule obuyimfuneko kuhlobo lovavanyo nakudidi lwembewu okanye kudidi lwembewu. Le nkonzo iyafumaneka kuye nawuphina umntu, umbutho, iziko, inkampani okanye umfama.
Entla
Inkqubo emayilandelwe
Ukubangaba ufuna ukufaka isikhalazo okanye impikiswano malunga nomgangatho wembewu, thumela incwadi kunye namabinza embewu kwaye uxele yonke inkcazelo eyayamene nesikhalazo okanye impikiswano. Bandakanya iinkcukacha zovavanyo oluqhutywe ngamanye amaziko okuvavanya imbewu.
Hambisa la mabinza ukuze avavanywe.
Intlawulo ingenziwa ngomatshini okanye ihlawulwe ezi-ofisini, kodwa kuyimfuneko ukuba inombolo ye-invoice ixelwe ukuze kungqamaniswe imali efakiweyo ne-invoice ekhutshiweyo. Nazi iinkcukacha zeBhanki:
Iziphumo zophando olungenasizathu sivakalayo ziyakwenziwa zifumaneke kuphela kwakube kuhlawulwe i-invoice.
Entla
Entla
Ixesha elithatyathwayo kunye nomgangatho ofikelelwayo
I-OSTS ibeka phambili ukuvavanywa kwamabinza embewu ngeenjongo zeempikiswano okanye izikhalazo. Ukunaba nokuxanda kwempikiswano okanye kwesikhalazo, oko kukuthi, inani lamabinza, iintlobo zezityalo kunye nohlobo lovavanyo oluyakuqhutywa, ziyakuchaphazela ixesha eliyakuthatyathwa ukuze kuqhutywe uphando. Ngoko ke, akukho nkcazelo iyakunikwa malunga nomgangatho wenkonzo ofikelelwayo. Buzisa kwiziko ngokwalo (jonga inkcukacha zonxulumano).
Entla
Iindleko
Le nkonzo ayihlawulelwa xangaba isikhalazo siyavakala. Ukanti ke, ukubangaba isikhalazo asivakali, kwimeko nganye, kukhutshwa imali ngokwale milinganiselo yentlawulo ilandelayo ivunyiweyo yokuvavanya imbewu:
Ukuhlola, ukukha ibinza nokutywina
Ucazululo lokuhlambuluka (ingca ayibandakanywa)
Ucubungulo lokusulungeka engceni olufuna inkqubo yokuvuthela elinganayo nefanayo
Uvavanyo lokuntshula
Entla
Entla
ISebe lezoLimo
Nxulumana nathi
Imephu yesiza
IiMeko neMiqathango yokuSetyenziswa
